• Home|
  • Wandibetha wena Xolani

Wandibetha wena Xolani

Nceba Tyobeka


  • Isbn(Print) 9781928348054
  • Isbn (E-book)
  • pages 176
  • Price 169
  • Published 2020-06-16

For large quantity orders, email us at sales@veritypublishers.co.za with your required quantity order. We will promptly forward you an invoice with our special discount offer.

About the book

UThapelo ekudala wancwasa umfazi womfo wabo, uXolani, wazifaka engxakini yena ngokwakhe ngokuthi adlwengule uNomalungelo engekho uXolani njengoko wayengekabuyi emsebenzini. Eyona ngxaki iphambili kuyo yonke le nto kukuba uEmeli wakhetha ukuba neemfihlo benomakoti wakhe ndawonye noThapelo bangayithethi kuXolani.

Le meko yathanda ukungaginyisi mathe kuXolani ngoba kwasuka kwaba ngathi uEmeli ongumama wezintwana zozibini ukheth' icala kwaye uthand' uThapelo kunaye. Kwathi nangoku uThapelo sele enze nzima umakoti ongumfazi kaXolani okwesibini, nalapho uEmeli wayengazimiselanga kuyiveza yonke le mhemhe kuXolani ukuze bakwazi ukuyilungisa njengosapho lomzi lakwaZwelibanzi. Yiyo ke le nto eyadala ukuba uXolani aphakamise isandla kwakwityeli lokuqala.
Ngelakhe uXolani wayezama ukumnqanda kunjalo nje wambethela phakathi ecaweni indlu imi ngeembambo emveni kokuba uNomalungelo sele eveze indlela awadlwengulwa ngayo nguThapelo. Uthe uXolani esakuqumba ithuba elide kwaye engahoyi umkakhe, uNomalungelo wathandana notata womntwana wakhe ngendlela yabo bobathathu. Le nto yabo yokuthandana ekhusini benoThapelo baqgibela bethandana ngaphandle kwexhala esidlangalaleni nangeli xesha sebehlala bonke kuloXolani emva kokutshelwa yindlu. Ke ngoku uEmeli kulapho yamoyisa kwaphela le ngxaki ukuyilungisa ngoba akazange abenanyani kwasekuqaleni.

Eli bali likaXolani laba nesiphelo esibuhlungu phakathi kwakhe benoThapelo.


Don't Have a Credit or Debit Card? Use Bank Transfer

Simply make a direct deposit or EFT for the sum of R169 + R115.00 courier shipping cost into our bank account details: FIRST NATIONAL BANK A/C No: 6 2 2 5 6 5 1 2 6 9 3 A/C TYPE: BUSINESS CHEQUE BRANCH CODE: 2 5 2 6 4 5 BRANCH NAME: MENLYN PARK A/C Name: VERITY PUBLISHERS SMS your payment reference and shipping address to 0730065339 or EMAIL your payment reference and shipping address to sales@veritypublishers.co.za to receive your order within 5 working days.


Nceba Tyobeka

About the author

Nceba Tyobeka is an ABET teacher at Bekkersdal Adult Education Centre. He is also employed, on part time basis, by the South Deep Gold mine ABET department. He was born in Queenstown in the Eastern Cape, and relocated with his parents at a very young age to Bekkersdal Township where he was raised. He started his schooling at a primary school called Isiqalo and successfully completed his matric in 1999 at Kgothalang Senior Secondary School where he started developing the love for writing. He has written a number of impressive manuscripts, both in Xhosa and English. Some of his literary works have been recommended for publication by Shutter and Shooters publishers.


More Titles By this author