Le ngqokelela yebhampa yesi-2-kwisi-1 iqulethe ibali elichukumisayo lomngqibi okhubazekileyo ecaleni kwendlela lowo ikamva lakhe lazalisekiswa ngendlela emangalisayo engaphaya kokuyikholwa.
Elesibini libali likaNkosazana, inkosazana entle yobuKumkani bakudala baseMsondezi.
La mabali ayolisayo kunye nobulunga abubonisayo aza kunceda abantwana, kuquka abantwana abafikisayo kunye nabantu abadala abasebancinane ukuba baqonde izinto eziyimfuneko ekubeni ube ngumntu olungileyo, kwaye abakhuthaze ukuba bahlale bewasebenzisa kuhambo lwabo lobomi.
Simply make a direct deposit or EFT for the sum of R139 + R115.00 courier shipping cost into our bank account details: FIRST NATIONAL BANK A/C No: 6 2 2 5 6 5 1 2 6 9 3 A/C TYPE: BUSINESS CHEQUE BRANCH CODE: 2 5 2 6 4 5 BRANCH NAME: MENLYN PARK A/C Name: VERITY PUBLISHERS SMS your payment reference and shipping address to 0730065339 or EMAIL your payment reference and shipping address to sales@veritypublishers.co.za to receive your order within 5 working days.